-50%

UNaledi ubalisa ngenyosi nentothoviyane

Original price was: R124,20.Current price is: R62,10.

You save R62,10

808 in stock

808 in stock

Add to wishlist

Ithiwe thaca ngokwesimo sentlalo yaseAfrika, uNALEDI intulo egcakamela ilanga ibalisa amabali awonwabisayo aza kunceda abantwana bethu ukuba bafunde iimfundiso ezisisiseko ezisesikweni. Kweli bali, baza kufunda ukuba “umntu kufuneka alungiselele amaxesha obunzima”. Libaliswa kwakhona ingakumbi kubantwana baseAfrika.

Additional information