-50%

Ugqatso lweenqwelana lwaseKentmont

Original price was: R65,00.Current price is: R32,50.

You save R32,50

812 in stock

812 in stock

Add to wishlist

ISikolo iKentmont sasiceba ukubamba umsitho, kwaye wonke umntu esikolweni wayeza kuthabatha inxaxheba kumdyarho weenqwelo. Iklasi nganye kwakufuneka yakhe inqwelo ize ikhuphisane ngayo nezinye. Iklasi kaHurisha yathiya inqwelo yayo ngokuba nguApollo, waze wakhethwa ukuba abe ngumqhubi. Abantu abaninzi kwingingqi beza kumsitho kwaye baxhasa izitola ezazithengisa izinto ezininzi ezahlukeneyo. Okwabalaselayo yaba ngumdyarho weenqwelo, owenza umdla omkhulu, kwaze kwaphumelela uHurisha kunye nabafundi beklasi yakhe.

Additional information