-50%

Ucingo lokoneka iimpahla

Original price was: R64,40.Current price is: R32,20.

You save R32,20

745 in stock

745 in stock

Add to wishlist

UBeve yinjana esileyo. Ukwanawo nomkhuba ombi kakhulu. Uhlala elinda ukuba uMama agqibe ukuhlamba impahla yakhe ayoneke kucingo lokoneka aze yena ayitsale ayiwisele phantsi. Akakhathali nokuba impahla yomile okanye isemanzi ? uyakuthanda nje ukurhuqa iikawusi, iilokhwe, iihempe kunye namashithi emhlabeni omdaka. Wayezonakalisa azikrazule iimpahla xa esenza le nto ngamazinyo akhe abukhali. Wayengakhathali ukuba kumthatha ixesha elingakanani ukuhlamba impahla icoceke uMama ? yena nje wayeqhuba emane ezothula azingcolise. UBeve wayecinga ukuba konke oku lixesha lokudlala kuye, nangona nje kwakumcaphukisa uMama. Wagqiba ekubeni amfundise isifundo uBeve uMama. Kodwa khange kwenzeke ngendlela ebeyicebile, kodwa ke isifundo sikaBeve saba ngummangaliso kubo bobabini yena noMama!

Additional information