-50%

Isifundo esafundwa nguNdlovu

Original price was: R59,00.Current price is: R29,50.

You save R29,50

725 in stock

725 in stock

Add to wishlist

Indlovu yayingayithandi indlela ekhangeleka ngayo ? inkulu, ityebile kwaye imbi. Kwaye yayicinga ukuba iliqhitala futhi ivala indlela yomntu wonke. Yayinqwenela ukuba ncinci njengomhlobo wayo, uMpuku. IMpuku yayizama ukuyiqinisekisa iNdlovu ukuba yomelele kwaye iluncedo. Kodwa iNdlovu yahlala inomsindo. Ingonyama yayingaqondi ukuba isilwanyana esikhulu esifana neNdlovu singaba ngabahlobo kanjani na neso sincinci esifana neMpuku. Yacebisa iNdlovu ukuba ibe ngabahlobo nezilwanyana ezifana neNdlulamthi kunye neNgonyama ngokwayo. Ngenye imini, iMpuku yayisengozini yokwenyani yaze iNdlovu kwafuneka ukuba isebenzise umzimba wayo omkhulu ukusindisa ubomi bomhlobo wayo. Ukusukela ngalo mini yaziqonda ukuba iluncedo kwaye kufuneka ingabi nazo iintloni ngendlela edalwe ngayo.

Additional information