-50%

Andifuni

Original price was: R59,00.Current price is: R29,50.

You save R29,50

756 in stock

756 in stock

Add to wishlist

UMlamli wayenosisi kunye nobhuti abadala kuye, kodwa kuba engoyena mncinci, wayethanda ukubaxhaphaza. Wayengafuni ukuncedisa emisebenzini yasendlini. Ubhuti nosisi wakhe kwakufuneka bacoce emva kokudlala, futhi bancede uMama ukudeka itafile ngokwabo. UMlamli wayesala ukunceda nangantoni na, ngokuthi: ?Andifuni!? Wayephendula atsho kuMama xa emcela ukuba atshintshe oku kuziphatha kwakhe kucingela yena yedwa. UMama wagqiba ekubeni amfundise isifundo. UMlamli wafumanisa ukuba, xa esala ukwenza izinto ekufanele azenze, kukhona angazukufumana. Waye wafunda ke ukuba ukuncedisa kwimisebenzi yasendlini kunokuba mnandi kwaye umntu avuzwe ngokuyenza.

Additional information