Zifundise ukuZenzela iMali: Sithengisa amaqanda
Original price was: R108,00.R54,00Current price is: R54,00.
You save R54,00
771 in stock
771 in stock
USiviwe noHlelo baphupha ngokuba neebhayisekile ezizezabo. UTatomkhulu uze necebo lokunceda abantwana bakwazi ukuzenzela imali. Baza kuzikhulisela iinkukhu ukuze bathengise amaqanda. Ingaba baza kukwazi ukugcina imali eyoneleyo ukuze amaphupha abo afezekiswe? Joyina abantwana kwiphulo labo lokuba ngoosomashishini abasakhulayo.
Additional information
- Publisher
- Language
- Series
-
No of pages
28
-
Format
Paperback
- Subject
- Age range
-
Dimensions
148x210x3
- ISBN: 9781920690113