USilo uze kwisidlo sangokuhlwa
Original price was: R75,00.R37,50Current price is: R37,50.
You save R37,50
814 in stock
814 in stock
UThabo unemincili kuba umhlobo wakhe, uSilo, uzoza azokutya isidlo sangokuhlwa nabo. USilo uneHIV, kodwa uMakazi uNoluthando, ongumongikazi ekliniki, usicacisile isigulo sikaSilo kuThabo nomama wakhe. Umama kaThabo akazi ukuba apheke ntoni, kwaye ufuna ukusebenzisa iipleyiti zamaphepha ezilahlwayo. UMakazi uNoluthando wamcebisa futhi wamqinisekisa ukuba umntu ngeke osulelwe yiHIV ngokusebenzisa nje iipleyiti okanye izixhobo zokutya ezifanayo. UThabo uncedisa umama wakhe ukulungisa isidlo esinempilo eso. Bonke basonwabela, ingakumbi uSilo.
Additional information
- Publisher
- Language
- Series
-
No of pages
24
-
Format
Paperback
- Subject
- Age range
-
Dimensions
148x210x3
- ISBN: 9781775612803



























