USilo uyagula
Original price was: R75,00.R37,50Current price is: R37,50.
You save R37,50
704 in stock
704 in stock
USilo uneHIV. Umhlobo wakhe, uThabo, akasiqondi isigulo sakhe, kuba uSilo akabonakali egula. Kodwa umama wakhe akamvumeli ukuba atyelele uSilo, kuba naye akaqondi ukuba iHIV ngeke yosulele ngokutyelela okanye ngokuba nabahlobo abanayo. Umhlobo wakhe, uMakazi Noluthando, ngumongikazi ekliniki, kwaye ubacacisela ngale ntsholongwane. Umema umama kaThabo ukuba atyelele ekliniki azokufumana ulwazi olungaphaya. Umama kaThabo ucela uThabo ukuba aye kuSilo ayommemela ukuba eze kwisidlo sangokuhlwa.
Additional information
- Publisher
- Language
- Series
-
No of pages
24
-
Format
Paperback
- Subject
- Age range
-
Dimensions
148x210x3
- ISBN: 9781775612797



























