-50%

UNaledi ubalisa ngenkunzi yenja erhalayo

Original price was: R85,00.Current price is: R42,50.

You save R42,50

600 in stock

600 in stock

Add to wishlist

Ithiwe thaca ngokwesimo sentlalo yaseAfrika, uNALEDI intulo egcakamela ilanga ibalisa amabali awonwabisayo aza kunceda abantwana bethu ukuba bafunde iimfundiso ezisisiseko ezisesikweni. Kweli bali, baza kufunda ukuba “ukurhala akubhatali”. Libaliswa kwakhona ingakumbi kubantwana baseAfrika.

Additional information