-50%

UNaledi ubalisa ngehobe nembovane

Original price was: R85,00.Current price is: R42,50.

You save R42,50

676 in stock

676 in stock

Add to wishlist

Ithiwe thaca ngokwesimo sentlalo yaseAfrika, uNALEDI intulo egcakamela ilanga ibalisa amabali awonwabisayo aza kunceda abantwana bethu ukuba bafunde iimfundiso ezisisiseko ezisesikweni. Kweli bali, baza kufunda ukuba “ubuhle bubuyiswa ngobunye ubuhle”. Libaliswa kwakhona ingakumbi kubantwana baseAfrika.

Additional information