-50%


Ndifuna ukufana noTata
Original price was: R64,40.R32,20Current price is: R32,20.
You save R32,20
769 in stock
769 in stock
UMvuyisi wayemthanda utata wakhe kwaye ethanda yonke into ayenzayo. Wayefuna ukufana notata wakhe xa emdala. Yonke imihla wayesenza yonke into ngendlela efana nekatata wakhe – indlela ahlamba ngayo amazinyo akhe, akama ngayo iinwele zakhe, atya ngayo isidlo sakhe sasekuseni, nendlela anxiba ngayo utata wakhe. Ngenye imini eshushu, utata kaMvuyisi wayecheba ingca. Wacela uMvuyisi ukuba amncede. Wala uMvuyisi ngelithi ngoku seyefuna ukufana nomama wakhe. Utata wakhe ke wacela uMvuyisi ukuba amphe isiselo esibandayo, njengoko nomama wakhe ebenokwenza.
Additional information
- Publisher
- Language
- Series
-
No of pages
8
-
Format
Paperback
- Subject
- Age range
-
Dimensions
148x210x3
- ISBN: 9781775611394