-50%

Isithembiso sikaXola

Original price was: R65,00.Current price is: R32,50.

You save R32,50

532 in stock

532 in stock

Add to wishlist

UXola wayefuna injana encinci entle. Wayekhe wanazo ezinye izilwanyana zasekhaya ngaphambili, waze akazikhathalela. UMama wamkhumbuza uXola ngemisebenzi ekuza kufuneka eyenzile xa enesilwanyana sasekhaya. Wathembisa uXola ukuba uza kuyikhathalela injana yakhe. Wade wathi uzakuthi igama layo nguSithembiso, ukuze imkhumbuze ngesithembiso sakhe. UXola wasigcina isithembiso sakhe ixeshana, waze wayeka ukumhlamba nokumpha ukutya uSithembiso, okanye ukuhamba naye. UMama waye wamthatha ke uXola waya naye kwindawo egcina izilwanyana apho wafifika wabona izilwanyana zasekhaya eziphethwe kakubi nezilahliweyo. Waziva ekhathazekile futhi eneentloni uXola, waze ukusukela ngaloo mini, wasigcina isithembiso sakhe sokusikhathalela kakuhle isilwanyana sakhe sasekhaya.

Additional information