Isimanga esifunyaniswe yiNdlovu
Original price was: R65,00.R32,50Current price is: R32,50.
You save R32,50
390 in stock
390 in stock
Wayengayithandi indlela ayiyo uNdlovu – wayecinga ukuba mkhulu kwaye mbi. Wayecinga ukuba uyatatazela kwaye ude aphazamise nabanye. Wayerhalela ukuba mncinci njengomhlobo wakhe, uMpuku, owayezama ukumqinisekisa ukuba womelele kwaye eluncedo. Kodwa wahlala equmbile uNdlovu, zange lincede nelo cebo lomhlobo wakhe uNgonyama, Ekugqibeleni, imeko eyingozi yenza ukuba acinge kwakhona uNdlovu.
Additional information
- Publisher
- Language
- Series
-
No of pages
12
-
Format
Paperback
- Subject
- Age range
-
Dimensions
148x210x3
- ISBN: 9781990928949



























