-50%

Indlela iMvubu eyafumana ngayo amandla ayo

Original price was: R75,00.Current price is: R37,50.

You save R37,50

718 in stock

718 in stock

Add to wishlist

IMvubu uMvano yimvubu encinci ehlala nezilwanyana ezininzi ezahlukeneyo endle. Uninzi lwezi zilwanyana ngabahlobo bakhe. UMvano waqaphela ukuba isilwanyana ngasinye sikhethekile ngendlela ethile, kodwa wayengakwazi ukubona ukuba yintoni ekhethekileyo ngaye yena. Wayefuna ukohluka kwaye enze into ezingakwaziyo ukuyenza ezinye izilwanyana. Akungakwazi ukucinga ngayo nantoni na, waba lusizi. Abahlobo bakaMvano bazama kangangoko ukumnceda ukuba afumane uphawu lwakhe olulodwa ? kodwa ngenye imini wazifumanela konke ngokwakhe.

Additional information