-50%

Amakhwenkwe ayakwazi ukubhaka nawo

Original price was: R59,00.Current price is: R29,50.

You save R29,50

684 in stock

684 in stock

Add to wishlist

UZola uyakuthanda ukudlala imidlalo, isiginci sakhe kunye nemidlalo edlalwa kumabonakude, kodwa ukuthanda kakhulu ukubhaka. Wafunda kumakhulu wakhe ukuba kubhakwa njani, waze wakuthanda ukusukela ngoko. Kodwa wayeneentloni ngalento yokuba eyinkwenkwe ethanda ukubhaka. Ngosuku lokufunda ngemisebenzi umntu anokuyenza xa emdala esikolweni, abo afunda nabo eklasini bamangaliswa kukuba utata kaTina abe ngumpheki wamaqebengwana owayebaphathele zonke izinto eziswiti abazithanda kakhulu. UZola waye ke wagqiba ekubeni angabinazo iintloni ngothando lwakhe lokubhaka. Unephupha lokuba ngumbhaki wamaqebengwana ngenye imini, kwaye uyaqonda ukuba akufanelanga ukuba umntu abe neentloni ngento ayithandayo.

Additional information