-50%

Ixesha lonyaka alithanda kakhulu uSipho

Original price was: R65,00.Current price is: R32,50.

You save R32,50

373 in stock

373 in stock

Add to wishlist

Ihlobo, ukwindla, ubusika okanye intlakohlaza – leliphi elilixesha olithandayo? Masifumaniseni ukuba leliphi ixesha alithanda kakhulu uSipho. Into ebalulekileyo kukuba namaxesha amnandi nabahlobo nosapho nokuba kunjani na phandle.

Additional information