-50%

Isitiya sikaAnti Pat

R42,50

You save R42,50

384 in stock

384 in stock

Add to wishlist

UNtshulube onoBoya uqinisekile ukuba utyalelwe nguAnti Pat isitiya esigcwele iintyatyambo ezinencindi. Kodwa uyothuka xa ebonwa nguAnti Pat kwiintyatyambo omthatha amvuthululele phaya kude. Kodwa uyazisola ekugqibeleni uAntu Pat, uthatha uNtshulube onoBoya ambeke kwenye intyatyambo ukuba atye ahluthe, msinyane nje emva koko uyavuzwa ngesenzo sakhe esihle.

Additional information