-50%

Ikeyiki yomhla wokuzalwa

R42,50

You save R42,50

416 in stock

416 in stock

Add to wishlist

Ufuna ukubhakela umama wakhe ikeyiki yesikhumbuzo somhla wokuzalwa uLindiwe, angakwenza njani ke oko xa engenazo zonke izithako? Uthi seza kunikezela, kungenelele umhlobo wakhe uZethu ezokumnceda. ULindiwe uyaqonda ukuba kuba lula xa abantu ababini bencedisana!

Additional information