-50%

Dlala nathi uphumelele

R54,00

You save R54,00

1064 in stock

1064 in stock

Add to wishlist

Ufuna ukungenela ukhuphiswano lokuba ngusomashishini ophambili emarikeni uSipho. Uvuya kakhulu kodwa akazi ukuba angenza ntoni. Ucela abahlobo bakhe uDavid noLeah ukuba bamncede. Kunye beza necebo elihle – lokwenza umdlalo odlalwa kwibhodi ukuze abantu bakhuphisanele ibhaso. Ingaba uluvo lwabo lulunge ngokwaneleyo ukuba lubenze bawine? Joyina uSipho nabahlobo bakhe kwindlela yabo yolonwabo eya ekubeni ngoosomashishini.

Additional information