-50%

Bhabhathane, uphi na?

Original price was: R85,00.Current price is: R42,50.

You save R42,50

434 in stock

434 in stock

Add to wishlist

Ulusizi kuba elahlekelwe sisitikha sakhe sebhabhathane uPriyanka. Ulikhangela kuyo yonke indawo – ebhafini, kumngxuma weplagi nakumbhobho wamanzi, kodwa alibonakali tu. Uthe akubona ukuba ulusizi, ummelwane wabo, uAnti Joy, wabonisa uPriyanka onke amabhabhathane amahle asesitiyeni sakhe. Wonwaba kwakhona lakuhlala esidleleni sakhe ibhabhathane uPriyanka.

Additional information